Buyanda ubugwinta ngenxa yemali ye inshorensi.
NguLulama kaSozathini Sele ifuna ukuba sisiqhelo into yokuvalelwa kwabantu ngenxa yokugwinta izalamane zabo kuba benyeke ukuzuza kwimali ye inshorensi. Kutsha...
Read moreNguLulama kaSozathini Sele ifuna ukuba sisiqhelo into yokuvalelwa kwabantu ngenxa yokugwinta izalamane zabo kuba benyeke ukuzuza kwimali ye inshorensi. Kutsha...
Read moreUmbhaleli Wethu Iimifanekiso: SAPS Inkonzo yesiPolisa kweli loMzantsi Afrika idandalazise ukuba uyifumene iimipu ekukholelwa ukuba yiyo eyasentyeziswa ekubulaweni kwabantu eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Kulindeleke ukuba umdyarho oyimbalasane waseNtabozuko nowaziwa ngeBerlin November utsale umdla wabantu ngokuthe chatha kulonyaka. Ngosaziwayo abasibhozo abazikuqubisana ngamahashe...
Read moreumbhaleli wethu Usana olunenyanga ezintandathu (6) luzelwe lufunyenwe lubhubhile emveni kokuba unina elushiye iintsuki ezimbini nomntwana ominyaka ilishumi elinesibini (12)...
Read moreUmbhaleli Wethu! Iimifanekiso: Ithunyelwe Kubhubhe abantu abasixhenxe (7) kwaze kwangxwelerheka isithoba (9) kwingozi equka isithuthi sohlobo lweToyota Quantum kunye neloli....
Read moreNguLulama kaSozathini Iimifanekiso: SAPS Archives Uvele kwinkundla kaMantyi waseLusikisiki Umsolwa kwityala lokudubula abulale abantu abalishumi elinesibhozo (18) kwilali yaseNgobozana, eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Ulibaziseko kwisikhululo seenqwelo moya iKing Phalo eMonti lushiye uninzi lulugcwabevu ngumsindo. Oku kusemva kwesibhengezo esenziwe yiAirports Company South...
Read moreNguLulama kaSozathini Iimifanekiso: SAPS UMkomishinala jikelele wamapolisa uGeneral Fannie Masemola uthi amapolisa asekhondweni labarhanelwa ababulele isithandathu samalungu ezokhuseleko lwasekuhlaleni kwilali...
Read moreNguSisanda Jack Usapho lwelali yakwaMaxhentsa eNcerha kwisixeko saseBuffalo City lusentlungwini emva kokulahlekelwa yinkwenkwana yalo nethe yabhubha ngokurhaxwa ngamanzi onxweme lwaseMchantsi...
Read moreNguLulama kaSozathini Umfundi-ntsapho ngumzekelo omhle ekukhuthazeni abantwana ukuba bafezekise iminqweno yabo. Kodwa umfundisi-ntsapho ongayiseli so iminqweno yabafundi bakhe, nobuya abaqweqwedise...
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media