NguNasiphi Mabusela | Icamagu News Reporter WILLOWVALE— INdlu yeeNkokeli zeMveli namaKhoi-San eMpuma Koloni igxeke kabukhali ukubulawa ngenkohlakalo kwamalungu osapho lwasebukhosini...
Ngumbhali we-Icamagu News CENTURION umfanekiso: Sy Mamabolo IEC CEO IKomishini yoNyulo yaseMzantsi Afrika (IEC) icacise ngemiba ephathelele kwinkqubo yokutyunjwa nokufakwa...
****MDANTSANE** – Ityala lokubulawa kwentshatsheli yamanqindi ephumelele isihlandlo sehlabathi izihlandlo ezibini, uZolani Tete, liyaqhubeka nokutsala umdla woluntu njengoko abanye babarhanelwa...
Umbhaleli Wethu Umququzeleli nombhexeshi wombutho iMarch and March, uJacinta Ngobese-Zuma, ucele uxolo esidlangalaleni emva kokuba izimvo zakhe malunga “neeyunivesithi zamaZulu”...
MGUGUNDLOVU – Umqhubi wesigadla esithwala Idizili ufumene ukutsha okumandundu emva kokuba size santumekwa ngumlilo kuN3, kwicala eliya emazantsi, kufutshane nePeter...
IKnysna(Entshona-Kapa) — Njengokuba unyulo loorhulumente basekhaya luka-2026 lusondela, uMasipala weSithili saseGarden Route (GRDM) ubhengeze ukuba awuzukuyinyamezela nangayiphi na indlela intshukumo...
Subscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media