Nguloliwe, ooduladula neemvumi kwiBerlin November.
NguLulama kaSozathini Inkonzo yezothutho kweli iPassenger Rail Agency of South Africa (PRASA) ivakalise ukuba izakurhuma ngeenkonzo zikaloliwe kubalandeli bomdyarho iBerlin...
Read moreNguLulama kaSozathini Inkonzo yezothutho kweli iPassenger Rail Agency of South Africa (PRASA) ivakalise ukuba izakurhuma ngeenkonzo zikaloliwe kubalandeli bomdyarho iBerlin...
Read moreNguLulama kaSozathini Kulindeleke ukuba umdyarho oyimbalasane waseNtabozuko nowaziwa ngeBerlin November utsale umdla wabantu ngokuthe chatha kulonyaka. Ngosaziwayo abasibhozo abazikuqubisana ngamahashe...
Read moreNguLulama kaSozathini USodolophu wesixeko esimbaxa iBuffalo City, uCeba Princess Faku namhlanje ubhengeze isongezelelo samalungu amatsha kwisigqeba sakhe solawulo. La malungu...
Read morenguLulama kaSozathini noNasiphi Mabusela pic: supplied - graphics: icamagulive Sivakele isithonga sokuwa komthi omkhulu imbongi eyaziwayo, uJessica Mbangeni. Ngokwengxelo epapashwe...
Read moreBy Lulama kaSozathini South African pianist, healer, and scholar Nduduzo Makhathini has released his third Blue Note album uNomkhubulwane which...
Read moreUmbhaleli Wethu Umfanekiso: Miss SA2024 uthunyelwe Umsitho wokutyumba imbelukazi uMiss South Africa kweli uqukunjelwe ngokutyunjwa kukaMia Le Roux ominyaka ingamashumi...
Read moreUmfanekiso: Uthunyelwe 05 EyoKwindla 2024 Abathandi bebhola ekhatywayo kweli basothukile emva kweendaba zokubhubha kowayesakuba nguMdlali weKaizer Chiefs neBafana Bafana uSphiwe...
Read moreUAthenkosi ndikinda Yimvumi yomculo wehip-hop ozalelwe empumakapa. Eli tyendyana likwangumphathi weNkanyamba Records kunye neshishini elivelisa impahla ezibizwa ngo Vuka Nolali....
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media