Port St John’s – Umthombo: SAPS,
Amalungu esiPolisa saseLusikisiki K9 Unit abambe indoda nombhayimbhayi kunye neembumbulu. Le ndoda ibanjwe ngoko nangoko endaweni yesiganeko. le Ndoda ifunyenwe inompu ongena mpepha-mvume ezibonisa ukugcina okanye ukusebenzisa lo mbhayimbhayi. Le Ndoda iseluvalelweni esiseleni sasePort St John’s, apho igcinwe khona ngeli lixa ilindele ukuvela phambi kweNkundla kaMantyi yasePort St John’s ngoLwesine, umhla wama-31 kweyeKhala 2025.
Uvavanyo lwalomkhono wekati luveze ukuba ngowomntu oneminyaka engama-74 ubudala wasekuhlaleni, kwaye asikaze sibikwe njenge-sibiweyo
Umthombo: SAPS