Kubhaqwe umzi-mveliso weziyobisi eLimpompo.
nguLulama kaSozathini Imifanekiso: Ithunyelwe Umphathiswa wamapolisa kweli uMnu Senzo Mchunu ukuqhwabele izandla ukubhaqwa kowona mzi-mveliso weziyobisi wakhe wamkhulu kweli. Oku...
Read morenguLulama kaSozathini Imifanekiso: Ithunyelwe Umphathiswa wamapolisa kweli uMnu Senzo Mchunu ukuqhwabele izandla ukubhaqwa kowona mzi-mveliso weziyobisi wakhe wamkhulu kweli. Oku...
Read moreNguLulama kaSozathini Ukungawo Maku obeminyaka ilishumi elinesithoba (19) ubudala waseDikeni eMpuma Kapa wanyamalala ngobusuku bangomhla wesihlanu kule yeKhayala. Iingxelo zithi...
Read moreNguLulama kaSozathini Amapolisa asaqhuba uphando ngesona sizekabani sokubulawa kabuhlungu kwezithandani eziselula eLibode eMpuma Kapa. U-Oyena Maqwane obeminyaka ilishumi elinesithandathu (16)...
Read moreNgumbhaleli wethu eMotherwell. Amapolisa aseMpuma Kapa akhangela amadoda angabarhanelwa ekudutyulweni kwabantu eNU3, eMotherwell eGqeberha ngoLwesine umhla wamashumi amabini anesixhenxe (27)...
Read moreIbali nguLulama kaSozathini Inenekazi lelali yaseUpper Woodhouse kwidolophu yaseCofimvaba uNokwanda Mhlanga-Kuse oneminyaka engamashumi mane ananye (41) uxhaxhwe wabhubha yindoda athandana...
Read moreIgqiza lamapolisa ajongene nokunqanda ulwaphulo mthetho kunye nobuntlola kwezobundlobongela liqhube ugqogqo ngoLwesibini kwindawo yaseThembani eKhayelitsha, eKapa. Olugqogqo belulandela ukubulawa kwabantu...
Read moreNguLulama kaSozathini UNcumisa Soci (31) wakwilali iCumakala eCacadu eMpuma Kapa, udutyulwe wabhubha ngumalume wakhe ngenxa yenyama yenkukhu. Ngokwengxelo ekhutshwe...
Read moreNguLulama kaSozathini Ikapteni yamapolisa aseThekwini isinde ngokulambisa kuthotho lweembumbulu, emveni kokuzibhaqa sele igaxeleke kuphango lwesithuthi semali ngalentsasa. Oluphango lwenzeke ngakuhola...
Read more05 EyeSilimela 2024 NguLulama kaSozathini Umkomishanala wamapolisa kwiphondo iMpuma-Kapa uNjengele Nomthetheleli Mene ucele ibutho elikhethekileyo neliphanda amatyala obundlobongela ukuba likhawulezise...
Read moreNguLulama kaSozathini Umfanekiso: Uthunyelwe 20 Canzibe 2024 Uluntu lwaseMpuma-Kapa lusothukile sesinye isiganeko sokufunyanwa kwenina linqunyulwe intloko. Kwe sihlandlo esi siganeko...
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media