IEC Iza Kufaka Uludwe Lwabagqatswa abasalayo.
CENTURION, PRETORIA – IKhomishini yoNyulo eZimeleyo (IEC) iza kuvumela ukufakwa koluhlu lwabagqatswa olwalusele lufakiwe kwinkqubo yayo, ukuze amanye amaqela ezopolitiko...
Read moreCENTURION, PRETORIA – IKhomishini yoNyulo eZimeleyo (IEC) iza kuvumela ukufakwa koluhlu lwabagqatswa olwalusele lufakiwe kwinkqubo yayo, ukuze amanye amaqela ezopolitiko...
Read moreNgumbhali we-Icamagu News CENTURION umfanekiso: Sy Mamabolo IEC CEO IKomishini yoNyulo yaseMzantsi Afrika (IEC) icacise ngemiba ephathelele kwinkqubo yokutyunjwa nokufakwa...
Read more****MDANTSANE** – Ityala lokubulawa kwentshatsheli yamanqindi ephumelele isihlandlo sehlabathi izihlandlo ezibini, uZolani Tete, liyaqhubeka nokutsala umdla woluntu njengoko abanye babarhanelwa...
Read moreUmbhaleli Wethu Umququzeleli nombhexeshi wombutho iMarch and March, uJacinta Ngobese-Zuma, ucele uxolo esidlangalaleni emva kokuba izimvo zakhe malunga “neeyunivesithi zamaZulu”...
Read moreAmapolisa oMzantsi Afrika (SAPS) aqinisekisile ukuba uphando lokubulawa kukaCeba we-African National Congress (ANC) weWadi 17, uSibusiso Khwela, waseKlaarwater ngaphandle kweTheku,...
Read moreICAMAGU NEWSNgumhleli weendaba: Lulama kaSozathini UMkomishinala obambeleyo weNkonzo yamaPolisa eMzantsi Afrika (SAPS), uLieutenant General Puleng Dimpane, usamkele isigwebo esinikwe amapolisa...
Read more23 KuTshazimpuzi 2026 UMongameli weli, uCyril Ramaphosa, ubhengeze ukumiselwa kukaLieutenant General Puleng Dimpane njengomPhathi obambeleyo weNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS),...
Read moreINkulumbuso yaseMpuma Koloni, Oscar Mabuyane, ikhuphe isaziso esisemthethweni esifuna ukuba inkokeli ye Economic Freedom Fighters (EFF), Julius Malema, icele uxolo...
Read moreUkubuyiselwa kukaLieutenant General Mkhwanazi kuZinzisa uBukhokeli eKZN Amapolisa aseMzantsi Afrika (SAPS) aqinisekisile ukubuyiselwa kukaLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi kwisikhundla sakhe njengoMkomishinala...
Read moreIbhalwe nguLulama kaSozathini ERhawutini – Iingxoxo zenkundla zithathe indlela engalindelekanga xa uMatiphandile Sotheni, indoda etyholwa ngokubulala ingqina elibalulekileyo nelaziwa njenge...
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media