Badyusha kumnyhadala wokuzingca abe LGBTQIA+
Umbhaleli Wethu Angaphaya kwekhulu amalungu eLGBTQIA+ sithetha nje athatha inxaxheba kumnyhadala wokuziqhenya nokuqhayisa kwabo bathandana nesini esinye kunye neminye imibandela...
Read moreUmbhaleli Wethu Angaphaya kwekhulu amalungu eLGBTQIA+ sithetha nje athatha inxaxheba kumnyhadala wokuziqhenya nokuqhayisa kwabo bathandana nesini esinye kunye neminye imibandela...
Read moreBy Nasiphi Mabusela, Community News Reporter Eastern Cape Premier Lubabalo Oscar Mabuyane has extended warm congratulations to 18-year-old Akhile Esethu...
Read moreNgumbhaleli wethu Ekugqibeleni ide yavulwa irenki yetekisi yaseBuhlanti eMonti. Le renki inikezelwe nguSodolophu wesixeko saseBuffalo City Uceba Princess Faku emva...
Read moreBy Lulama kaSozathini Eastern Cape, South Africa – The Department of Social Development has initiated a week-long Non-Profit Organisations (NPO)...
Read moreNguLulama kaSozathini Inkonzo yezothutho kweli iPassenger Rail Agency of South Africa (PRASA) ivakalise ukuba izakurhuma ngeenkonzo zikaloliwe kubalandeli bomdyarho iBerlin...
Read moreNguLulama kaSozathini Sele ifuna ukuba sisiqhelo into yokuvalelwa kwabantu ngenxa yokugwinta izalamane zabo kuba benyeke ukuzuza kwimali ye inshorensi. Kutsha...
Read moreUmbhaleli Wethu Iimifanekiso: SAPS Inkonzo yesiPolisa kweli loMzantsi Afrika idandalazise ukuba uyifumene iimipu ekukholelwa ukuba yiyo eyasentyeziswa ekubulaweni kwabantu eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Kulindeleke ukuba umdyarho oyimbalasane waseNtabozuko nowaziwa ngeBerlin November utsale umdla wabantu ngokuthe chatha kulonyaka. Ngosaziwayo abasibhozo abazikuqubisana ngamahashe...
Read moreNguLulama kaSozathini Iimifanekiso: SAPS Archives Uvele kwinkundla kaMantyi waseLusikisiki Umsolwa kwityala lokudubula abulale abantu abalishumi elinesibhozo (18) kwilali yaseNgobozana, eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Umphathiswa wamapolisa uMnu Senzo Mchunu ekunye nesekela lakhe uMnu Cassel Mathale bathethe nonondaba ngomgqibelo emva kwesithwakumbe sokubulawa kwabantu...
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media