Kuzakuqiniswa ukhuseleko eGqeberha emva kwempela veki yezixholoxholo.
23 March 2025 Umbhaleli wethu Umphathiswa wezothutho nokhuseleko loluntu eMpuma Kapa UMnu Xolile Nqatha ubhengeze ukuba urhulumente wenza konke okusemandleni...
Read more23 March 2025 Umbhaleli wethu Umphathiswa wezothutho nokhuseleko loluntu eMpuma Kapa UMnu Xolile Nqatha ubhengeze ukuba urhulumente wenza konke okusemandleni...
Read moreUmfanekiso: Uthunyelwe. Umbhaleli wethu Inkonde eminyaka ingamashumi asixhenxe anesixhenxe (77) uMnu Bhungeni James Diamond waseThornhill eMpuma Kapa, ihlatywe yabhubha emgidini...
Read moreNguSisanda Jack Ilizwe loMzantsi Afrika lijongene nokwanda kweziganeko zokuxhatshazwa kwamanina nabantwana. Kutsha nje uSekela Mongameli welizwe uMnu Paul Mashatile uphehlelele...
Read moreNguLulama kaSozathini Igqiza lesipolisa ooKhetshe (Hawks) eEast Rand aRhawutini libambe amadoda amane asolwa ngokubulala ipolisa ngomhla wamashumi amabini kweyeKhala kulonyaka....
Read moreNguLulama kaSozathini Sele ifuna ukuba sisiqhelo into yokuvalelwa kwabantu ngenxa yokugwinta izalamane zabo kuba benyeke ukuzuza kwimali ye inshorensi. Kutsha...
Read moreUmbhaleli Wethu Iimifanekiso: SAPS Inkonzo yesiPolisa kweli loMzantsi Afrika idandalazise ukuba uyifumene iimipu ekukholelwa ukuba yiyo eyasentyeziswa ekubulaweni kwabantu eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Iimifanekiso: SAPS Archives Uvele kwinkundla kaMantyi waseLusikisiki Umsolwa kwityala lokudubula abulale abantu abalishumi elinesibhozo (18) kwilali yaseNgobozana, eLusikisiki....
Read moreNguLulama kaSozathini Umphathiswa wamapolisa uMnu Senzo Mchunu ekunye nesekela lakhe uMnu Cassel Mathale bathethe nonondaba ngomgqibelo emva kwesithwakumbe sokubulawa kwabantu...
Read moreUmbhaleli Wethu Pic Graphics: Icamagu Live Amapolisa akungqinile ukuba lowo uzibiza ngenkosi yaseMthatha West uMnu Dalinzolo Mareke uphakathi kwabarhanelwa abathathu...
Read moreNguLulama kaSozathini Uluntu lwelokishi yaseMlungisi eKomani lusaxhelekile emveni kokubulawa kabuhlungu kwenkonde ubawo uMlawuli Tata obeminyaka ingamashumi asithoba ananye (91). Le...
Read moreSubscribe to our newsletter and receive news updates, latest competitions and also exciting event announcements.
Icamagu Media is a indigenous community news project which provides news in form of current affairs, Dialogues, content creation and Entertainment. The project uses print media and a digital radio station which the aim of reaching its clientele which is mainly made of rural communities. Icamagu Media and Digital Television. Through its newspaper Icamagu Media encourages the use Indigenous language as it is mainly written in isiXhosa which is the most spoken language in the Eastern Cape Province. The project promotes linguistic programmes that aimed at promoting isiXhosa and other languages spoken in the Eastern Cape Province.
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media
© 2024 Icamagu Online - A SANEF Initiative | Developed by MeD8 Media